DJ Cleo – Gcina Impilo Yam Lyrics

Download mp3

Play Audio

DJ Cleo feat. Bucy Radebe – Gcina Impilo Yam Lyrics

Oh, somandla uzuyigcin’impilo yami (impilo yami)
Oh, somandla uzuyigcin’impilo yami (impilo yami)
(Hallelujah)
(Wadlala Cleo wadla Cleo wadla Cleo)
Oh, Somandla uzuyigcin’impilo yami (uzugcin’impilo yam
Uphinde ukhusel’umoya wami
Ukhusele umoya wami (ukhusel’umoya wami)
Somandla zuugcin’impilo yami (uzugcin’impilo yam’)
Uphinde ukhusel’ umoya wam’ (ukhusel’ umoya wam’)

AI ng’cela nime ngenyawo manje
Kuyonakala ke manje I-I-I-I-I (woza) shaya isbhambatho sakho sondela ungasabi I-I-I-I-I
Kuyonakala ke manje, kuyonakala manje nayi lento I-I-I-I-I (woza woza) sondela ungasabi haleluja! I-I-I-I-I (woza woza)

Oh, Somandla uzuyigcin’impilo yami (Uzugcin’impilo yam’)
Wena uphinde ukhusel’umoya wami (ukhusel’umoya wam)
Ngoba mna ndohamba (ngizohamba ndijonge kuwe eeee) ndijonge kuwe ngamaxesha onke (ngamaxesha onke)
Ngoba mna ndizohamba ndijonge kuwe (ndizohamba ndijonge kuwe eee)
Ngamaxesha onke, ngamaxesha onke (Ngamaxesha onke)
Tilolololololo (tilolololololo) tilololololololo (tilololololololo)
Tilolololololo (tilolololololo) tilololololololo (tilololololololo)

Ngoba mna ndohamba, ndijonge kuwe(ndizohamba ndijonge kuwe eee)
Ngamaxesha onke), ngamaxesha onke (Ngamaxesha onke)
Ngoba mna ndohamba, ndijonge kuwe(ndizohamba ndijonge kuwe eeee
Ngamaxesha onke), ngamaxesha onke (ndamaxesha onke) ngamaxesha onke
Amaxesha onke (onke) let me hear you say (wesomandla uzuygcin’ impilo yami)

Woza woza woza
Wesomandla uzuygcin’ impilo yami (impilo yami)
Wesomandla uzuygcin’ impilo yami (impilo yami)
Wesomandla uzuygcin’ impilo yami (impolo yami)
Oh Bawo ndiyacela uygcin’ impilo yami

DJ Cleo – Gcina Impilo Yam Lyrics

By admin

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *