Spirit Of Praise - Xa Ndiyekelelwa Nguwe mp3 download Audio Video Lyrics

Spirit Of Praise – Xa Ndiyekelelwa Nguwe Lyrics

Download mp3

Play Audio

Spirit Of Praise 5 feat. Tshepiso – Xa Ndiyekelelwa Nguwe Lyrics

Hallelujah
Athi ungahleli mntanami
Hallelujah

Nkosi yiza nguwe thembalami
Dwala lami la phakade
Siphephelo sam’
Umangiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
(Xa ndiyekelelwa)

Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi

Wena uyilithemba lami
Yenza indlela lapho yingekho
Wena uyilithemba lami
Yenza indlela, indlela
(Xa ndiyekelelwa)

Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi

Zundithwale nakaloku
Ngezo ngalo zobubele
Ndisiphosa kuwe ngoku
Nkosi Yesu ndiphuthume
(Xa ndiyekelelwa)

Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi (Xa ndiyekelelwa nguwe)

Wo, wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo
Wo, wo-wo-wo, wo-wo-wo-wo-wo
Wo, wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo
Wo, wo-wo-wo, wo-wo-wo-wo-wo
Wo, wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo
Wo, wo-wo-wo, wo-wo-wo-wo-wo

Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
(Xa ndiyekelelwa)

Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi

Ndophalala njengamanzi
Ndophalala njengamanzi
Ndophalala njengamanzi
Ndophalala njengamanzi

Ndophalala njengamanzi
Ndophalala njengamanzi
Ndophalala njengamanzi
Ndophalala njengamanzi

Spirit Of Praise – Xa Ndiyekelelwa Nguwe Lyrics

By admin

Leave a Reply

Your email address will not be published.